42 Ngenxa yaloo nto uThixo wabafulathela, wabayeka ukuba banqule iinkwenkwezi zezulu, njengoko kubhaliweyo encwadini *yabashumayeli kwathiwa:“ ‘MaSirayeli, yayingendim enanimxhelela,nimenzela amadini,iminyaka emashumi mane entlango.
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7
imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:42 kwimeko