Umsebenzi Wabathunywa 7:8 XHO96

8 Waza uThixo wamnika ulwaluko uAbraham ukutywina loo mnqophiso. UAbraham ke wamolùsa uIsake ngosuku lwesibhozo ezelwe, waza ngokukwanjalo uIsake wamolùsa uYakobi, noYakobi wenza kwaloo nto kookhokho abalishumi elinambini.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 7

imbono Umsebenzi Wabathunywa 7:8 kwimeko