Eyasentlango 14:13 XHO96

13 Ke yena uMosis waphendula wathi kuNdikhoyo: “Awu, Mhlekazi, koba yini amaJiputa akuyiva loo nto? Kaloku nguwe owakhupha aba bantu phakathi kwawo ngamandla akho.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 14

imbono Eyasentlango 14:13 kwimeko