Eyasentlango 14:22 XHO96

22 Ngoko ke akukho nanye indoda kwaba bantu eya kufika kwelo lizwe. Kaloku babubonile ubukhazikhazi obuntama ukuba ndikho, ndawonye nemiqondiso endayenza eJiputa nakule ntlango; kodwa nakuba kunjalo bayaphindelela ukundivavanya, besala ukundithobela.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 14

imbono Eyasentlango 14:22 kwimeko