Eyasentlango 14:40 XHO96

40 Ke kaloku avuka ekuseni ngomhla olandelayo, aphuma esiya kweleentaba. Ayevuma esithi: “Ngenene sonile; kodwa ke ngoku sikulungele ukuya kulaa ndawo ebethe masiye kuyo uNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 14

imbono Eyasentlango 14:40 kwimeko