Eyasentlango 16:1-2 XHO96

1-2 UKora unyana kaIzare, umKohati wendlu kaLevi, wagaya amadoda athile, baza bamvukela uMosis. Wayekunye namaRubhen, uDatan noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete. Babexhaswa naziinkokheli ezaziwayo zamaSirayeli ezazalathwe ngumzi ukuba zibe liqoqo, zingamakhulu amabini anamashumi amahlanu.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 16

imbono Eyasentlango 16:1-2 kwimeko