Eyasentlango 16:42 XHO96

42 Emva kokuba beqokelelene bagwayimbela uMosis noAron, bajika basingisa *ngasesibingelelweni, baza balibona ilifu lisigqumile ngequbuliso, ngokunjalo kwabonakala nobungangamsha bukaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 16

imbono Eyasentlango 16:42 kwimeko