Eyasentlango 17:10 XHO96

10 UNdikhoyo wayalela uMosis ukuba athathe intonga ka-Aron, ayibeke kwaphambi kwetyesi yomnqophiso. Watsho esithi mayigcinwe apho, khon' ukuze ibe sisikhumbuzo kumaSirayeli agwayimbayo, khon' ukuze ayeke ukukhalaza, hleze afe.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 17

imbono Eyasentlango 17:10 kwimeko