Eyasentlango 19:12 XHO96

12 Ngoko ke kofuneka azihlambulule ngamanzi entlambululo kusuku lwesithathu, ngokunjalo nangolwesixhenxe, ukuze abe uhlambulukile. Kambe ke ukuba akazihlambululanga kuzo zombini ezi ntsuku, olwesithathu nolwesixhenxe, akayi kuhlambuluka.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 19

imbono Eyasentlango 19:12 kwimeko