Eyasentlango 2:2 XHO96

2 “Kolu hambo lwenu apho nimisa khona hlalani ngolu hlobo: Indoda nganye mayime kummandla wembasa yakowayo phantsi kwentshinga kayise. Ukuma kwawo amaSirayeli makajikeleze isibingelelo.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 2

imbono Eyasentlango 2:2 kwimeko