1 Ke kaloku ukumkani waseAradi, umKanana, owayemi emazantsi eKanana, wathi akuva ukuba amaSirayeli ayeza ngendlela esinga eAtarim, wawahlasela, wada wawathimba amanye.
funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 21
imbono Eyasentlango 21:1 kwimeko