9 Ngenene ke uMosis wayenza inyoka ngobhedu, wayixhoma esibondeni. Nabani na ke olunywe yinyoka wayekhangela apho kuloo nyoka yobhedu, atsho aphile.
funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 21
imbono Eyasentlango 21:9 kwimeko