Eyasentlango 3:32 XHO96

32 Intloko yabaLevi ke yayinguElazare unyana ka-Aron umbingeleli. Yena wayengumveleli kwabo basebenza esibingelelweni.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 3

imbono Eyasentlango 3:32 kwimeko