Eyasentlango 30:12 XHO96

12 Kambe ke ukuba ithe yakusiva eso sifungo indoda yakhe yasichasa, soba sitshitshisiwe eso sithembiso okanye isifungo, kuba kaloku indoda yakhe imalele ukuba asifezekise; ngoko ke noNdikhoyo uya kumxolela.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 30

imbono Eyasentlango 30:12 kwimeko