Eyasentlango 30:14 XHO96

14 Ukuba ke indoda leyo ithe yakuva ngeso sifungo yathatha ithuba ingathethi nto, yoba iyasixhasa eso sithembiso okanye isifungo azibophe ngaso umfazi wayo; ewe, yoba isixhasile xa ingathethanga nto yakuba ivile ngaso.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 30

imbono Eyasentlango 30:14 kwimeko