Eyasentlango 31:30 XHO96

30 Ke kwisahlulo samaSirayeli thathani libe linye kumabanjwa angamashumi amahlanu, niqhube kwangaloo mlinganiselo ke nakwimfuyo. Ezi zinto ke zona zinikeni abaLevi abo balusa *isibingelelo.”

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 31

imbono Eyasentlango 31:30 kwimeko