Eyasentlango 32:11 XHO96

11 ‘Ngenxa yokuba bengakholosanga ngam, kula madoda akwiminyaka emashumi mabini nangaphezulu aphuma eJiputa akukho nanye iya kungena kwelo lizwe ndabathembisa ngalo ooAbraham, uIsake, noYakobi.’

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 32

imbono Eyasentlango 32:11 kwimeko