Eyasentlango 5:18 XHO96

18 Uya kusuka ke azikhulule iinwele zomfazi lowo, amnike loo mgubo womnikelo, awuphathe ngesandla. Ke yena umbingeleli uya kuphatha laa ngqayi inamanzi akrakrayo azisa ishwangusha kumntu onetyala.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 5

imbono Eyasentlango 5:18 kwimeko