Eyasentlango 9:18 XHO96

18 AmaSirayeli la ayefuduka ngomyalelo *kaNdikhoyo, kanti ke nokumisa kwawo kwakukwaxhomekeke kuwo. Xa lisahleli lifukamile apho esibingelelweni ilifu elo, amaSirayeli ayehlala alinde.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 9

imbono Eyasentlango 9:18 kwimeko