Ujeremiya 10:5 XHO96

5 *Oothixo abanjalo bafana nonomgogwanaoxhonywe entsimini yentyabontyi:abakwazi kuthetha,bayathwalwa kuba abakwazi kuhamba.Musani ukuboyika:akukho nto imbi banganenza yona,kungekho nanto banokunceda ngayo.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 10

imbono Ujeremiya 10:5 kwimeko