Ujeremiya 11:20 XHO96

20 Ndibhenela kuwe, Ndikhoyo Somandla-onke,wena mgwebi olilungisa,wena mgocagoci weentliziyo neengqondo zabantu.Wonke lo mcimbi wam ndiwuxhoma kuwe;mandikubone ke ukundiphindezela kwakho kubo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 11

imbono Ujeremiya 11:20 kwimeko