Ujeremiya 12:16 XHO96

16 Kuya kuthi xa bazifundisisile iindlela zabantu bam, bafunge nangegama lam, bathi: ‘Ekho nje uNdikhoyo’ – nanjengoko bebebafundisa abantu bam ukufunga ngoBhali – nabo ndiya kubazinzisa phakathi kwabantu bam.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 12

imbono Ujeremiya 12:16 kwimeko