Ujeremiya 12:5 XHO96

5 *UNdikhoyo wathi: “Xa ububaleka nabantu abahamba ngeenyawo, waza wadinwa, ungakhuphisana njani namahashe? Xa ukhubeka emhlabeni ophangaleleyo, uya kuthini kwiintshinyela zamatyholo aseJordan?

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 12

imbono Ujeremiya 12:5 kwimeko