Ujeremiya 15:19 XHO96

19 Ke ngoko utsho uNdikhoyo ukuthi: “Ukuba uyabuyela kum, ndobuya ndikubuyisele esikhundleni sakho, ube sisicaka sam. Ndobuya ndikwenze umlomo wam, ukuba nje uyayiyeka le mbudede uyithethayo. Baza kubuyela kuwe abantu, ingabi nguwe obuyela kubo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 15

imbono Ujeremiya 15:19 kwimeko