Ujeremiya 15:4 XHO96

4 Baza kutsho bacekiseke kuzo zonke izikumkani zehlabathi ngenxa yento eyênziwa eJerusalem nguManase into kaHezekiya ukumkani wakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 15

imbono Ujeremiya 15:4 kwimeko