Ujeremiya 16:10 XHO96

10 “Wakuba uwavakalisile onke la mazwi, abantu baza kubhekisa kuwe besithi: ‘Kungani na ukuba uNdikhoyo asimisele intlekele engaka? Buyini na ubugwenxa bethu? Siyini na isono sethu esimone ngaso uNdikhoyo uThixo wethu?’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 16

imbono Ujeremiya 16:10 kwimeko