Ujeremiya 18:11 XHO96

11 “Ngoku ke baxelele abantu bakwaJuda nabemi baseJerusalem, uthi: Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Niyabona, ndiniqulunqele ububi, ndanicingela icebo. Guqukani elowo kwimikhwa yakhe emibi, nilungise ihambo yenu nezenzo zenu.’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 18

imbono Ujeremiya 18:11 kwimeko