Ujeremiya 19:11 XHO96

11 uthi kuwo: ‘UNdikhoyo onamandla onke utsho ukuthi: Abantu balapha ndiza kubantlekeza kunye neso sixeko sabo, baxele le ngqayi intleke-ntleke, iingceba zingasoze zidibane kwakhona. Baya kungcwabela eTofeti kude kungabikho ndawo iseleyo.’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 19

imbono Ujeremiya 19:11 kwimeko