Ujeremiya 20:6 XHO96

6 Wena ke, Pashure, kunye nentsapho yakho, uza kuba ngumthinjwa kwelaseBhabheli. Wena kunye nâbo bahlobo bakho ubukade ubashumayeza ubuxoki, niza kufela apho, ningcwatyelwe kwalapho.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 20

imbono Ujeremiya 20:6 kwimeko