Ujeremiya 21:1 XHO96

1 Ilizwi *likaNdikhoyo lavakala kuJeremiya mhla uPashure unyana kaMalkiya, kunye nombingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, bathunywayo kuye ngukumkani uZedekiya, besithi:

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 21

imbono Ujeremiya 21:1 kwimeko