Ujeremiya 25:1 XHO96

1 Kunyaka wesine ukumkani uJoyakim, unyana kaJosiya, elawula kwaJuda, lavakala ilizwi kuJeremiya, livela *kuNdikhoyo, limayela nabantu bakwaJuda xa bebonke. Lo yayingunyaka wokuqala uNebhukadenezare elawula eBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 25

imbono Ujeremiya 25:1 kwimeko