Ujeremiya 25:26 XHO96

26 nabo bonke ookumkani basemantla, abakude nabakufuphi ngokulandelelana. Zonke izizwe eziphezu komhlaba zimelwe kukusela kuloo bhekile yengqumbo kaThixo. Ekugqibeleni ke iya kuba ngukumkani waseSheshaki oya kusela.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 25

imbono Ujeremiya 25:26 kwimeko