Ujeremiya 26:15 XHO96

15 Kambe ke nize nazi kakuhle ukuba xa nindibulala noba netyala lokuphalaza igazi elimsulwa, nikunye nesi sixeko nabemi baso, kuba mna ngenene ndithunywe nguNdikhoyo ukuba ndize kuwathetha kuni la mazwi niwevileyo.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 26

imbono Ujeremiya 26:15 kwimeko