Ujeremiya 26:19 XHO96

19 “Ingaba uMika wabulawa na ngukumkani uHezekiya kunye nabantu bakwaJuda? Akazange na uHezekiya amoyike uNdikhoyo azicelele isisa kuye? Akazange na yena uNdikhoyo ayirhoxise intlekele abeselegqibe ukubahlisela yona? Thina sisemngciphekweni wokuzihlisela ishwangusha!”(

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 26

imbono Ujeremiya 26:19 kwimeko