Ujeremiya 26:21 XHO96

21 Ukumkani uJoyakim kunye namagorha akhe neziphathamandla zonke wafuna ukumbulala akuliva udaba lwakhe. Wathi akuyiva loo nto u-Uriya, wasabela eJiputa.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 26

imbono Ujeremiya 26:21 kwimeko