Ujeremiya 27:10 XHO96

10 Banishumayeza ubuxoki abo; bona baya kunibangela ukuba nikhutshelwe kude kumhlaba wenu. Ndonichitha-chitha nitshabalale.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 27

imbono Ujeremiya 27:10 kwimeko