Ujeremiya 27:19-20 XHO96

19-20 Xa ukumkani uNebhukadenezare wayebamba ukumkani wakwaJuda uJekoniya, unyana kaJoyakim, kunye neziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem, ebasa eBhabheli, wazishiya iintsika kunye netanki yobhedu, neenqwelwana, kunye nezinye izinto ezashiywayo endlwini kaThixo.)

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 27

imbono Ujeremiya 27:19-20 kwimeko