Ujeremiya 29:25 XHO96

25 “Utsho uNdikhoyo uSomandla-onke, onguThixo kaSirayeli, ukuthi: Wena wathumela iincwadi egameni lakho kubo bonke abantu baseJerusalem, nakumbingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, nakubo bonke abanye ababingeleli. Wabhalela uZefaniya wenjenje:

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 29

imbono Ujeremiya 29:25 kwimeko