Ujeremiya 30:16 XHO96

16 “ ‘Kodwa ke bonke abaqwenga wena boqwengwa nabo;bonke abakuchasayo baya kusiwa ekuthinjweni.Bonke abakuphangayo nabo bophangwa;nabo bakwenza amaxhoba bokwenziwa amaxhoba nabo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 30

imbono Ujeremiya 30:16 kwimeko