20 Ngaba uEfrayim asingonyana wam oyintandane,umntwana endinebhongo ngaye?Okukhona ndimkhalimelayo kokukhona ndimkhumbulelayo.Ndisikwa yimfesane ngenxa yakhe;inene, ndomthi jize ngenceba.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 31
imbono Ujeremiya 31:20 kwimeko