Ujeremiya 32:12 XHO96

12 ndaza ndazinika uBharuki unyana kaNeriya unyana kaMaseya. Ndamnika kukho uHanameli unyana kabawokazi kunye namangqina awayisayinayo incwadi yentengiso, kwakunye namaJuda onke awayekho apho kuloo yadi.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 32

imbono Ujeremiya 32:12 kwimeko