Ujeremiya 32:21 XHO96

21 Wabakhupha eJiputa abantu bakho amaSirayeli ngemiqondiso nemimangaliso ngesandla sakho esomeleleyo nangengalo yakho enamandla, eyabarhwaqelisayo abantu.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 32

imbono Ujeremiya 32:21 kwimeko