Ujeremiya 32:44 XHO96

44 Baza kuyithenga ngesiliva abantu imihlaba; iincwadi zentengiso baza kuzisayina, bazitywine emehlweni amangqina, nditsho kwaBhenjamin, nakwiilali ezingqonge iJerusalem, nakwiidolophu zeleentaba zakwaJuda, nakumazantsi eentaba, nakumzantsi-Juda, kuba kaloku baza kubuyela kundalashe, badle ngendebe endala.’ Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 32

imbono Ujeremiya 32:44 kwimeko