Ujeremiya 32:8 XHO96

8 “Eneneni ke, weza kum apho kuloo yadi yasebhotwe uHanameli unyana kabawokazi, wathi: ‘Khawuwuthenge umhlaba wam oseAnatoti kummandla wakwaBhenjamin. Kaloku nguwe isizalwana segazi esinelungelo lokuwukhulula loo mhlaba uwuthenge.’“Ndaqonda ke ukuba ngenene nguNdikhoyo lo ubethetha nam.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 32

imbono Ujeremiya 32:8 kwimeko