Ujeremiya 34:19 XHO96

19 Iziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem kunye namaphakathi, ababingeleli kunye nabo bonke abantu beli lizwe abacande phakathi kwamacala ethole elahlulwe kubini,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 34

imbono Ujeremiya 34:19 kwimeko