6 Athi loo madoda: “Hayi, asiyiseli iwayini! Kaloku ubawo omkhulu uYonadabhi, unyana kaRekabhi, wathi: ‘Ze ningaze niyisele iwayini, nina nezizukulwana, nditsho nanini na.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 35
imbono Ujeremiya 35:6 kwimeko