Ujeremiya 36:12 XHO96

12 waya kwigumbi likanobhala ebhotwe apho kwakuhleli khona ezi ziphathamandla: unobhala uElishama, uDelaya unyana kaShemaya, noElinatan unyana ka-Akebhore, kunye noGemariya unyana kaShafan, noZedekiya unyana kaHananiya, nezinye iindwalutho zonke.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:12 kwimeko