Ujeremiya 36:14 XHO96

14 ezo ziphathamandla zathuma uYehudi, unyana kaNetaniya ozalwa nguShelemiya unyana kaKushi, ukuba axelele uBharuki athi: “Yiza apha naloo ncwadi uyifundela abantu!” Waya kubo ke uBharuki unyana kaNeriya, eyiphethe loo ncwadi.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:14 kwimeko