Ujeremiya 36:21 XHO96

21 Wathi ukumkani uYehudi makaye kuyilanda loo ncwadi. Waya kuyilanda ke egumbini likaElishama unobhala, wafika wayifundela ukumkani kunye neziphathamandla ezo ezazimngqongile.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:21 kwimeko