Ujeremiya 36:31 XHO96

31 Ndiza kumohlwaya, yena nenzala yakhe, namaphakathi akhe, ngenxa yobugwenxa ababenzileyo. Bona kunye nabemi baseJerusalem nabakwaJuda abandiphulaphulanga; ngoko ke ndiza kubahlisela intlekele ekukade ndibasongela ngayo.” ’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:31 kwimeko